Category: Football

AMAKHOSI ATYIKITYE UMDLALI WASE-ANGOLA 

IKaizer Chiefs iqinisekisile emva kwemini ngoLwesithathu ukuba ityikitye umdlali wase-Angola u-Inacio Miguel Ferreira dos Santos esuka kwiPetro de Luanda. Lomdlali wasemva, oneminyaka engamashumi amabini anesibhozo noyinzalelwane yasePortugal, utyikitye isivumelwano seminyaka…

ANGOLAN JOINS CHIEFS 

Kaizer Chiefs confirmed the signing of Angolan international Inacio Miguel Ferreira dos Santos from Petro de Luanda on Wednesday afternoon. The 28-year-old central defender, who was born in Portugal, joined…

UMATROSE UBUYELE KWIICHILLI BOYS

Iqela laseMpuma Koloni iChippa United ibhengeze ukubuya kowayesakuba ngumdlali wayo u-Azola Matrose, esuka kwi-Orlando Pirates emva kwemini ngoLwesine. UMatrose, oneminyaka engamashumi amabini ananye noyinzalelwane yaseWalmer eGqeberha, ubuyele kwiiChilli Boys emva…

USEEMA NOTEMBO BABUYELE KWIBABINA NOKO 

Owayengukapteni weqela lesizwe laseLesotho uLehlohonolo Seema ubuyele njengomqeqeshi weSekhukhune United iinyanga nje ezintathu lamgxothayo eliqela. Lokapteni wamhlamnene kwi-Orlando Pirates nakwiBloemfontein Celtic uzakuncediswa nguKaitano Tembo, obuyele kweliqela, kunye noPaulus Masehe. Kusenjalo,…

css.php