Category: Football

USEEMA NOTEMBO BABUYELE KWIBABINA NOKO 

Owayengukapteni weqela lesizwe laseLesotho uLehlohonolo Seema ubuyele njengomqeqeshi weSekhukhune United iinyanga nje ezintathu lamgxothayo eliqela. Lokapteni wamhlamnene kwi-Orlando Pirates nakwiBloemfontein Celtic uzakuncediswa nguKaitano Tembo, obuyele kweliqela, kunye noPaulus Masehe. Kusenjalo,…

IQALE KAKUBI ISUNDOWNS LADIES 

IMamelodi Sundowns Ladies ayikhange ilibone eliwinayo njengokuba ibethwe ngamanqaku amathathu eqandeni yiKansas City Current kwiWomen’s Cup eCPKC Stadium, eKansas City, kwelaseMelika ngentseni yangoLwesine, ngokwexesha loMzantsi Afrika. Lomdlalo uyeke ukuba lukhuphiswano…

ITALLERES IQINISEKILE UKUBA IMTYIKITYIKLE U-ESQUIVEL

Iqela elidlala kwi-Argentine Primera Liga i-Atlético Talleres iqinisekisile ngentseni yangoLwesibini, ngokwexesha loMzantsi Afrika, ukuba ityikitye uMatías Eduardo Esquivel esuka kwiMamelodi Sundowns. U-Esquivel, oneminyaka engamashumi amabini anesihlanu nowazalelwa e-Avellaneda kwelase-Argentina, utyikitye…

UVAN ROOYEN UZIBANDAKANYE NEPIRATES 

Iinkunzi zaseSoweto i-Orlando Pirates ibhengeze ukuba ityikitye umdlali wasemva uDeano van Rooyen esuka kwiStellenbosch FC emva kwemini ngoMvulo. UVan Rooyen, oneminyaka engamashumi amabini anesixhenxe, utyikitye isivumelwano seminyaka emithathu neeBuccaneers. “I-Orlando…

UVAN HEERDEN UYEKILE UKUDLALA

Igqala lomdlali wasemva uMarc van Heerden ubhengeze ku-X ngokuhlwa kwangeCawa ukuba uyekile ukudlala ibhola ekhatywayo. “Ndiyeka ngokusesikweni kulomdlalo ondinike konke. Ndifike kulomdlalo ndiseyinkwenkwana, ngoku ndiwushiya ndiyindoda. Emva kweminyaka engamashumi amabini,…

css.php