Category: Football

IIROCKETS ZIPHUMELELE IPREMIER’S CUP

ITS Galaxy iphumelele iMpumalanga Premier’s International Cup ngokubetha iqela laseJamani i-Augsburg ngamanqaku amabini kwelinye eMbombela Stadium, eNaspoti, emva kwemini ngoMgqibelo. UPuso Dithejane noSamukelo Kabini baqinisekise ukuba iiRockets ziyokuhlaba ikhefu ekupheleni…

ROCKETS TAKE PREMIER’S CUP

TS Galaxy won the inaugural Mpumalanga Premier’s International Cup after they defeated German side FC Augsburg 2-1 at the Mbombela Stadium in Nelspruit on Saturday afternoon. Puso Dithejane and Samukelo…

USUTHU LUNGENE KUMJIKELO OLANDELAYO 

AmaZulu angenile kumdlalo owandulela amagqibelakankqoyi kwiKZN Premier’s Cup emva kokubetha abamelwane bawo iLamontville Golden Arrows ngamanqaku amabini kwelinye ePrince Mangosuthu Stadium, Ondini, ngoMgqibelo. Usuthu luphale phambili ngethuba uKeenan Phillips efaka…

ATHENGISWE ONKE AMATIKITI 

Mkhulu umdla kumdlalo weToyota Cup phakathi kweKaizer Chiefs nezangxa zaseTanzania iYoung Africans, ozakudlalelwa eFree State Stadium, eBloemfontein, emva kwemini ngeCawa. Ukubonisa ukuba ngenene nangenyaniso abantu banomdla kulo mdlalo, amatikiti athengwe…

TICKETS SOLD OUT  

There’s a lot of interest in the Toyota Cup match between Kaizer Chiefs and Tanzanian giants Young Africans, which is scheduled for the Free State Stadium in Bloemfontein on Sunday.…

UZOTHWANE UZAKUNCEDISA ULARSEN 

Abatshakazi kwiPremiership iMagesi FC ibhengezile emva kwemini ngoLwesihlanu ukuba ityumbe uPapi Zothwane njengomnye wabasekela umqeqeshi kweliqela. UZothwane, owayedlala esiswini kwiLamontville Golden Arrows, iMamelodi Sundowns neBloemfontein Celtic, uzimanye neqela labaqeqeshi elikhokelwa…

css.php