Category: News

UCOVENTRY NGUMONGAMELI OMTSHA WE-IOC

UMphathiswa weZemidlalo kwilizwe laseZimbabwe uKirsty Coventry wonyulwe njengomongameli omtsha we-International Olympic Committee (IOC) ngoLwesine. UCoventry, owaphumelela iimbasa zegolide ezimbini equleni kwimidlalo ye-Olimpiki, ulinina kwakunye nom-Afrika wokuqala ukuba ngumongameli we-IOC. Lenzalelwane…

COVENTRY TAKES IOC TOP JOB 

Zimbabwean Minister of Sport Kirsty Coventry was elected as president of the International Olympic Committee (IOC) on Thursday. Coventry, who won two Olympic gold swimming medals for Zimbabwe, has become…

UKODWA ULAHLILE KWISIKHUNDLA SOBUPHATHISWA 

UZizi Kodwa ulahlile njengoMphathiswa weZemidlalo, ubuGcisa neNkcubeko emva kokuvela enkundleni ngetyala lobuqhwemesha ngoLwesithathu. Lenzalelwane yaseGugulethu ithe muku ePalm Ridge Commercial Crimes Court ngesityholo sokunyotywa ngesigidi esinamakhulu amathandathu amawaka. “UMnumzanza uKodwa…

UWONGIWE ONGASEKHOYO UMATEZA 

Uwongiwe kumsitho weSouth African Sport Awards eSun City Superbowl, eRustenburg, ngokuhlwa kwangeCawa, ongasekhoyo nowayengumsasazi wezemidlalo uDumile ‘Phesheya Phaya’ Mateza. UMphathiswa weZemidlalo, uZizi Kodwa, uwonge uMateza, owayengumsasazi webhola ekhatywayo, amanqindi, umbhoxo…

LATE MATEZA HONOURED 

The late legendary sport commentator Dumile ‘Phesheya Phaya’ Mateza was honoured posthumously at the South African Sport Awards ceremony held at the Sun City Superbowl in Rustenburg on Sunday evening.…

DOUBLE DOSE OF SCOTT

By Monwabisi Jimlongo It’s like sweet music to the ear to hear that one of the most experienced sport commentators in South Africa, Mthuthuzeli Scott, is going to do football…

css.php