NEWS

UKUSE UFUDUKELA ERHAWUTINI

Akunambaliso ukuzimisela okubonakaliswa yintshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi uSiyakholwa Kuse kumalungiselelo omlo noBeaven Sibanda. Kwilinge lokuqinisekisa ukuba uyamelana neemeko zezulu zaseRhawutini, uKuse uzakunikela umva iMonti, ayokugxumeka

Read More »

UKODWA ULAHLILE KWISIKHUNDLA SOBUPHATHISWA 

UZizi Kodwa ulahlile njengoMphathiswa weZemidlalo, ubuGcisa neNkcubeko emva kokuvela enkundleni ngetyala lobuqhwemesha ngoLwesithathu. Lenzalelwane yaseGugulethu ithe muku ePalm Ridge Commercial Crimes Court ngesityholo sokunyotywa ngesigidi

Read More »

UWONGIWE ONGASEKHOYO UMATEZA 

Uwongiwe kumsitho weSouth African Sport Awards eSun City Superbowl, eRustenburg, ngokuhlwa kwangeCawa, ongasekhoyo nowayengumsasazi wezemidlalo uDumile ‘Phesheya Phaya’ Mateza. UMphathiswa weZemidlalo, uZizi Kodwa, uwonge uMateza,

Read More »

LATE MATEZA HONOURED 

The late legendary sport commentator  Dumile ‘Phesheya Phaya’ Mateza was honoured posthumously at the South African Sport Awards ceremony held at the Sun City Superbowl

Read More »
css.php