UMBENGE ULWA NEMBETHI-MANQINDI YASENAMIBIA

Uzakubuyela eqongeni uThulani ‘Evolution’ Mbenge njengokuba ezakulwa nommi waseNamibia u-Emmanuel Mungandjela ePitoli kwisithuba esingaphantsi kweenyanga ezimbini. UMbenge noMungandjela, oneminyaka engamashumi amathathu anesithandathu, bazakuvana amandla eSunBet Arena, eTime Square, ngoLwesine umhla…

ULETLAPA UNGENE ENDAWENI KAMODIBA 

Ukuzalwa komntwana womdlali wasemva kwiMamelodi Sundowns u-Aubrey Modiba kuvulele ithuba lokokuba uVuyo Letlapa azibandakanye neqela leBafana Bafana ePolokwane ngaphambi komdlalo wemfezeko weNdebe yoMhlaba neLesotho ngoLwesihlanu. Lomdlali wasemva kwiSekhukhune United noneminyaka…

USIBISI UCHWAYITILE, KODWA…

Omnye umntu ebengacinga ukuba yonelisekile intshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi lwempukane uNkosingiphile Sibisi njengokuba enerekhodi eligqibeleleyo eyiphumelele yonke imilo yakhe elishumi. Kodwa ke akunjalo njengokuba lembethi-manqindi eneminyaka engamashumi amabini anesithathu neyinzalelwane…

UPHUME NGENXA YOMONZAKALO UMASWANGANYI 

UPatrick Maswanganyi uphumile kwiqela leBafana Bafana elilungiselela imidlalo yemfezeko yeNdebe yeHlabathi kunye neLesotho neBenin. UMaswanganyi waseTembisa, Ekurhuleni, uphosiwe ngumdlalo wePirates ngethuba ibetha iMamelodi Sundowns ngamanqaku amabini kwelinye ngeCawa. IBafana izakudlala…

INJURED MASWANGANYI OUT

An injury has forced Bafana Bafana midfielder Patrick Maswanganyi to withdraw from the national team squad ahead of FIFA World Cup qualifiers against Lesotho and Benin. Maswanganyi from Tembisa, Ekurhuleni,…

AKANAKUPHUMLA USONJICA 

Akazokuphumla u-Ayabonga ‘Jay Jay’ Sonjica, obethe uThato Bonokoane ngamanqaku ngokuhlwa kwangoMgqibelo, njengokuba elungiselela omnye umlo wakhe. USonjica ulwe okokuqala kwisithuba esiphantse sibeyiminyaka emithathu, ebetha uBonokoane, owayeyinjinga yeWorld Boxing Federation (WBF)…

css.php