IQINISEKISIWE IMIHLA YEMIDLALO YECARLING KO
IPremier Soccer League (PSL) iyiqinisekise ngoMvula emva kwemini imihla, iindawo kunye namaxesha okuqala kwemidlalo eyandulela amagqibelakankqoyi eCarling Knockout. Intshukumo yemidlalo izakuqalisa eKing Zwelithii Stadium, eMlazi, eThekwini, apho iRichards Bay FC…
CARLING KO DATES, VENUES CONFIRMED
The Premier Soccer League (PSL) on Monday afternoon confirmed the dates, venues and kick-off times for next weekend’s Carling Knockout semi-final matches. Action is going to start at the King…
U-INOUE UTYIKITYE ISIVUMELWANO NO-ALALSHIKH
Udubul’egeqa wentshatsheli yahlabathi nengekabethwa uNaoya ‘Monster’ Inoue waseJapan utyikitye isivumelwano sentywenka yezigidi zeedollar zaseMelika noTurki Alalshikh waseSaudi Arabia. Ngokokutsho kukaYahoo Japan, u-Inoue, oneminyaka engamashumi amathathu ananye, utyikitye isivumelwano esixabisa izigidi…
MASSIVE DEAL FOR INOUE
Unbeaten world champion and Japanese-born boxer Naoya ‘Monster’ Inoue has signed a multi-million dollar deal with Turki Alalshikh from Saudi Arabia. According to Yahoo Japan, 31-year-old Inoue has signed a…
ATHELEKISIWE AMAQELA ADLULELE KOWANDULELA AMANQAM
Athelekisiwe amaqela amane agqithele kwimidlalo eyandulela amagqibelakankqoyi yeCarling Knockout ngethuba etsalwa ngeCawa emva kwemini. IMarumo Gallants, ekhuphele ngaphandle iintshatsheli zesizini egqithileyo iStellenbosch FC, izakudlala neMamelodi Sundowns ekhaya kulempelaveki ezayo. IiBrazilians…
SEMIS DRAW CONCLUDED
The four teams that have advanced to the semi-finals of the Carling Knockout were paired against each other during a draw held on Sunday afternoon. Marumo Gallants, who knocked out…
GALLANTS, MAGESI THROUGH
Marumo Gallants knocked defending champions Stellenbosch FC out of the Carling Knockout with a 1-0 win at the Dr Petrus Molemela Stadium in Mangaung on Sunday afternoon. Siyabulela Shai headed…
SUNDOWNS EMBARRASS CHIEFS
Mamelodi Sundowns embarrassed Kaizer Chiefs, beating them 4-0 to reach the semi-finals of the Carling Knockout at the FNB Stadium in Nasrec, Johannesburg, on Saturday evening. Iqraam Rayners gave the…
WELLEM’S WEIGHTY CHALLENGES
South African champion Asemahle ‘The Predator’ Wellem will soon be forced to move up one division from super-middleweight to light-heavyweight as he battles with weight. The reigning South African super-middleweight…
UWELLEM NEMICELIMNGENI YOBUNZIMA
Kungekudala kuzakunyanzeleka ukuba u-Asemahle ‘The Predator’ Wellem anyuse ubunzima ukusuka kudidi lwesuper-middleweight ukuya kolwelight-heavyweight njengokuba emhokamhokana nobunzima nje. Lenjinga yoMzantsi Afrika kudidi lwesuper-middleweight izakulwa kwimilo emibini, kwiindidi ezimbini zobunzima, kumazwekazi…