FRUSTRATED CHAUKE ENDS YEAR WITH A WHIMPER
After starting the year with a bang, winning a world title, Tembisa-based boxer Jackson ‘M3’ Chauke is going to end it with a whimper as he has been fight starved.…
IPSL IQINISEKISE ISIGQEBA ESITSHA SOLULEKO
IPremier Soccer League (PSL) iqinisekisile emva kwemini ngoMvulo ukuba ityumbe isigqeba esitsha sezoluleko. Esisigqiba sinoosihlalo abane kunye namalungu alishumi elinesixhenxe azakuba kulekomiti kude kuphele iminyaka emine. Ityala ngalinye lizakuphulaphulwa ngusihlalo…
PSL APPOINTS MEMBERS OF DC
The Premier Soccer League (PSL) confirmed on Monday afternoon that it had appointed a new disciplinary committee (DC) panel. The panel is made up of four co-chairpersons and 17 panellists,…
‘PROMOTERS SPEAK UP’ – LEJAKA
Promoters who are aggrieved by what the National Professional Boxing Promoters Association (NPBPA) is doing or not doing must never keep quiet. Instead, they should approach Boxing South Africa (BSA)…
‘THETHANI BATHELEKISI’ – LEJAKA
UBoxing South Africa (BSA) umemelela ukuba mabangathi cwaka abathelekisi abangaxolanga zizinto ezenziwa okanye engazenziyo iNational Professional Boxing Promoters Association (NPBPA). Endaweni yoko, kufuneka abathelekisi banxibelelane noBSA bavakalise izikhalazo nokungaxoli kwabo…
FORMER BAFANA COACH JOINS GALLANTS
Marumo Gallants announced the appointment of former Kaizer Chiefs and Bafana Bafana coach Molefi Ntseki as their new technical director on Monday morning. Ntseki, who is an SABC Sport analyst…
UMOFOKENG UPHUME PHAMBILI
URelebohile Mofokeng uthiwe jize ngewonga leSports Personality of the Year kumsitho weGauteng Sports Awards obubanjelwe e-Emperor’s Palace, eKempton Park, Ekurhuleni, ngokuhlwa kwangeCawa. UMofokeng, oneminyaka engamashumi amabini nodlalela i-Orlando Pirates, ubethe…
MOFOKENG WINS AWARD
Relebohile Mofokeng won the Sports Personality of the Year award at the Gauteng Sports Awards function held at the Emperor’s Palace in Kempton Park, Ekurhuleni, on Sunday evening. The 20-year-old…
FOURIE’S WINNING STREAK CONTINUES
Kaine Fourie remains unbeaten after he defeated Wasiru Mohammed from Ghana at the Box Camp Booysens, Johannesburg, on Saturday evening. Fourie stopped the Ghanaian in the fourth round after he…
YENZE IMBALI IMAGESI
IMagesi FC yenze imbali ngethuba isithusa iMamelodi Sundowns iyibetha ngamanqaku amabini kwelinye kumdlalo wamagqibelakankqoyi eCarling Knockout eFree State Stadium, eMangaung, ngokuhlwa kwangoMgqibelo. IMagesi ize ngemva emva koluba izangxa zaseTshwane zifake…