UNGXAKA UNQUMAMISE USITYO, WAMHLUTHA INTSHINGA
UMthokozisi Ngxaka uzise uvuyo kubalandeli bamanqindi eMthatha ngethuba esenza izinto zamehlo ngaphambi kokunqumamisa uSiphesihle Sityo kumjikelo wethoba kwitumente yeBBB Promotions ngokuhlwa kwangeCawa. Ngenxa yaloompumelelo, uNgxaka, oshiye abantu bechwayitile kwiholo yaseMthatha,…
NGXAKA STOPS AND DETHRONES SITYO
Mthokozisi Ngxaka brought joy to boxing followers at his Mthatha backyard when he dished up a superb performance before he stopped Siphesihle Sityo in the ninth round at a BBB…
RISE AND SHINE SHOCK BRAZILIANS
Mamelodi Sundowns’ four-match unbeaten run came to a screeching halt when they were beaten 1-0 by Polokwane City in a Beltway Premiership at the Old Peter Mokaba Stadium in Polokwane…
UKOOPMAN UVUMA UKOMELELA KUKACOOK
Emva kokuzivuthulula ekubeni ekhe wawiswa kabini kumjikelo wokuqala, uShervantaigh Koopman unqwalile, evuma ukuba uBrandon Cook waseCanada ebelushica. UKoopman uzivuthulule, waze wanqumamisa uCook kumjikelo wesihlanu, ngaloondlela waphumelela intshinga ebingenamntu kwiWorld Boxing…
KOOPMAN ADMITS COOK WAS TOUGH
After surviving a first round scare where he was dropped twice, Shervantaigh Koopman has admitted that experienced Canadian boxer Brandon Cook was a tough opponent. Koopman pulled himself up after…
KOOPMAN STOPS COOK
Shervantaigh Koopman survived a first round scare and stopped Canadian boxer Brandon Cook in the fifth round to win the vacant World Boxing Association (WBA) Intercontinental junior-middleweight title at a…
ZONYUKELE KWINDAWO YESITHATHU IICHILLI BOYS
Inyukele kwindawo yesithathu kumanqwanqwa ePremiership iChippa United emva kokubetha iLamontville Golden Arrows ngamanqaku amabini eqandeni eNelson Mandela Bay Stadium, eGqeberha, ngokuhlwa kwangoMgqibelo. Amanqaku eeChilli Boys afakwe nguSiphelo Baloni kwisiqingatha sokuqala…
IPHUMELELE OKOKUQALA ITHWIHLI THWAHLA
IRoyal AM ibethe iSekhukhune United ngamanqaku amabini eqandeni kumdlalo weBetway Premiership eHarry Gwala Stadium, eMgungundlovu, emva kwemini ngoMgqibelo. U-Ayanda Jiyane noMotebang Sera bafake amanqaku kwisiqingatha sokuqala nesesibini benika iThwihli Thwahla…
FIRST WIN FOR THWIHLI THWAHLA
Royal AM collected three points after they beat Sekhukhune United 2-0 in a Betway Premiership match at the Harry Gwala Stadium in Pietermaritzburg on Saturday afternoon. Ayanda Jiyane and Motebang…
KOOPMAN OUT TO MAINTAIN UNBEATEN RECORD
Maintaining his unbeaten run will be of paramount importance to Shervantaigh Koopman when he comes up against Canadian Brandon Cook on Saturday evening. Unbeaten in 14 fights, Koopman fights against…