UNQOTHOLE UYAYAZI INTO EMAKAYENZE

Akukho ndlela yimbi kwinto emayenzeke xa uSikho ‘Sequence’ Nqothole esilwa nembethi-manqindi yaseNamibia uJafet Amukwa kumlo wamazwe ngamazwe eBox Camp Booysens, eRhawutini, ngokuhlwa kwangoLwesihlanu. Lenzalelwane yaseMthatha kunye no-Amukwa babenze lula ubunzima…

APHELILE AMATIKITI

IPremier Soccer League (PSL) ibhengezile emva kwemini ngoLwesine ukuba athengiswe aphela amatikiti omdlalo wamagqibelakankqoyi eMTN8 phakathi kwe-Orlando Pirates neStellenbosch FC kulenyanga ezayo. Lo mdlalo wePirates neStellies uzabanjelwa eMoses Mabhida Stadium,…

css.php