UBOOI UGXILA KUPHUHLISO, HAYI KWIINGXAKI
Umthelekisi wamanqindi ozinze eMpuma Koloni uMzi Booi weKay B Promotions ukhetha ukugxila kuphuhliso endaweni yokubeka ingqondo yakhe kwiingxaki ezambethe amanqindi. Ngokwangoku, uBooi, ongumafik’izolo ekuthelekiseni, sele enze iitumente ezimbini nebeziyimpumelelo kulonyaka,…
BOOI FOCUSES ON DEVELOPMENT, NOT PROBLEMS
Eastern Cape boxing promoter Mzi Booi from Kay B Promotions prefers to focus on development than occupying himself with the upheavals happening around the fistic sport. Already, Booi, a new…
UMGABI UVUYELA UKULWELA INTSHINGA YOMZANTSI AFRIKA
Njengokuba ebekhe wabonwa njengeyona nto intle ezakwenzeka kumanqindi aseMzantsi Afrika, uLwando Mgabi usakholelwa ukuba kuninzi asezakwenza emanqindini eli logama elungiselela umlo wentshinga yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-bantamweight kunye noSihle Jelwana ekuthambekeni…
MGABI HAPPY TO FIGHT FOR SA TITLE
Once regarded as the next best thing to happen to South African boxing, Lwando Mgabi believes he still has a lot to offer in the fistic sport as he’s preparing…
UBLOM UBUYELE KWICHIEFS
Umdlali wasesiswini uNjabulo Blom ubuyele kwiKaizer Chiefs emva kokutyikitya isivumelwano sonyaka omnye ngokwemboleko esuka kwiqela laseMelika iSt Louis City emva kwemini ngoLwesibini. Lenzalelwane yaseDobsonville, eneminyaka engamashumi amabini anesine, yazibandakanya neliqela…
BLOM BACK AT CHIEFS
Midfielder Njabulo Blom has returned to Kaizer Chiefs after signing a one-year loan deal from United States side St Louis City on Tuesday afternoon. The 24-year-old Dobsonville-born Blom had only…
INOUE’S UNBEATEN STREAK CONTINUES
Naoya ‘Monster’ Inoue’s winning streak continued after he defeated TJ Doheny to defend his World Boxing Council (WBC), World Boxing Association (WBA), International Boxing Federation (IBF) and World Boxing Organisation…
UNQOTHOLE UZUNGULA IMPUMELELO
Izakubaluleka kakhulu impumelelo kumlo wakhe olandelayo njengokuba uSikho ‘Sequence’ Nqothole esilwa noJafet Amukwa waseNamibia kwilinge lokubekwa kwindawo entle kuluhlu lwemibutho yamanqindi emine nephambili ehlabathini. UNqothole, oyinzalelwane yaseMthatha, ulwa no-Amukwa kwitumente…
NQOTHOLE CHASES VICTORY
A win for Sikho ‘Sequence’ Nqothole in his next fight, which is against Namibian Jafet Amukwa, will be very important in his bid to remain in the top ratings of…
BROOS TARGETS SIX POINTS
Nothing is going to satisfy Bafana Bafana coach Hugo Broos more than winning the South African senior national football team’s next two matches, which are against Uganda and South Sudan.…