USEEMA NOTEMBO BABUYELE KWIBABINA NOKO 

Owayengukapteni weqela lesizwe laseLesotho uLehlohonolo Seema ubuyele njengomqeqeshi weSekhukhune United iinyanga nje ezintathu lamgxothayo eliqela. Lokapteni wamhlamnene kwi-Orlando Pirates nakwiBloemfontein Celtic uzakuncediswa nguKaitano Tembo, obuyele kweliqela, kunye noPaulus Masehe. Kusenjalo,…

IQALE KAKUBI ISUNDOWNS LADIES 

IMamelodi Sundowns Ladies ayikhange ilibone eliwinayo njengokuba ibethwe ngamanqaku amathathu eqandeni yiKansas City Current kwiWomen’s Cup eCPKC Stadium, eKansas City, kwelaseMelika ngentseni yangoLwesine, ngokwexesha loMzantsi Afrika. Lomdlalo uyeke ukuba lukhuphiswano…

IBEKIWE INYANGA NOSUKU LOMLO 

Lubekiwe usuku lomlo apho intshatsheli yehlabathi uSivenathi ‘Special One’ Nontshinga izakukhusela intshinga ye-International Boxing Federation (IBF) kudidi lwejunior-flyweight okokuqala xa esilwa noMasamichi Yabuki waseJapan Umlo phakathi koNontshinga noYabuki, owayeyinjinga yeWorld…

css.php