SUNDOWNS SWOOP ON SALENG

In a surprise move, defending Betway Premiership champions Mamelodi Sundowns announced the signing of Monnapule Saleng on Friday evening. The Tshwane giants signed the 27-year-old Saleng from Orlando Pirates. Saleng…

UTEYISI UNYUKELE PHEZULU KUMANQWANQWA E-IBF 

Logama esakhangela ikhaya elitsha, apho azakuthelekiswa khona, esafuna nomqeqeshi omtsha, uSiseko ‘Panda’ Teyisi wonyukele phezulu kumanqwanqwa e-International Boxing Federation (IBF) kudidi lwejunior-flyweight. UTeyisi uye kwixesha leziyunguma zeKrismesi ekwindawo yeshumi kuluhlu…

UMOJELA UZIBANDAKANYE NEBABINA NOKO 

Ngelingeni iSekhukhune United iqinisekisile ukuba ixabangele iqela layo emva kokutyikitya ifolosi uLehlohonolo Bradley Mojela kusasa ngoLwesithathu. UMojela, oneminyaka engamashumi amabini anethoba noyinzalelwane yaseMokopane kwiphondo laseLimpopo, uzibandakanye neBabina Noko esuka kwiqela…

UZAKULWA KWAKHONA UFORTUIN

Izinto zibonakala ziyihambela kakuhle intshatsheli yesizwe, uSharadene Fortuin, njengokuba ezakulwa okwesibini kwisithuba esingaphantsi kweenyanga ezine. Emva kokuyikhusela ngempumelelo intshinga yakhe yoMzantsi Afrika kwicandelo labasetyhini kudidi lwentambanani ngokubetha uThema Zuma ngamanqaku…

css.php