UKUSE UZAKUKHUSELA KUSOBOLO
Ngelingeni uSiyakholwa Kuse uzakukhusela intshinga yakhe yoMzantsi Afrika kudidi lweminimumweight emva konyaka wayiphumelela ebetha uBangile Nyangani kumlo owawuyimpinda e-International Convention Centre (ICC) eMonti. UKuse, okwayinjinga ye-African Boxing Union (ABU) kudidi…
KUSE FACES SOBOLO IN TITLE DEFENCE
Siyakholwa Kuse will finally make the first defence of his South African minimumweight title just over a year after he dethroned Bangile Nyangani in a rematch at the East London…
UFIKILE UBARNS KWISTELLIES
IStellenbosch FC yakwiCape Winelands ibhengezile kusasa ngoMvulo ukuba imtyikityile umdlali wasesiswini uSanele Barns esuka kwiRichards Bay FC. UBarns, oneminyaka engamashumi amabini anesixhenxe noyinzalelwane yaseTweefontein eMpumalanga, udlale indima enkulu ekuqinisekiseni ukuba…
STELLIES CONFIRM BARNS ARRIVAL
Stellenbosch FC from the Cape Winelands announced the completion of the signing of midfielder Sanele Barns from Richards Bay FC on Monday morning. The 27-year-old Barns from Tweefontein in Mpumalanga…
UNGXAKA UQEQESHWA E-ALL WINNERS
UMthokozisi Ngxaka ufumene ikhaya elitsha, apho azakuqeqeshwa khona njengokuba yena nomlawuli wakhe u-Andile Mshumpela befuna ukuthabatha amanqindi akhe bawase phambili. UMshumpela uthumele uNgxaka e-All Winners Boxing Club eMdantsane kulandela ukuthethathana…
NGXAKA MOVES TO ALL WINNERS
Mthokozisi Ngxaka has found a new home where he is going to train as he together with his manager Andile Mshumpela want to take his boxing career forward. Mshumpela sent…
UDOVE UBUYELA EMZANTSI AFRIKA
Ubuyela eMzantsi Afrika umdlali wasemva u-Edmilson Dove emva kokonzakala kwinkampu yokuzilolonga yeKaizer Chiefs kwiseshoni yangoLwesihlanu kwelaseTürkiye. Lomdlali weqela lesizwe laseMozambique sele ebhilabhiliwe ngoogqirha kwinkampu yeChiefs. Uzakunikela umva iTürkiye ukuze azokuhlolisiswa…
DOVE RETURNING TO SOUTH AFRICA
Defender Edmilson Dove is returning to South Africa after he picked up an injury at the Kaizer Chiefs training camp during Friday’s session in Türkiye. The Mozambican international has already…
UMDAKA UTYIKITYWE SISTELLIES
Iqela elizinze kwiCape Winelands iStellenbosch FC, esagqiba lesizini ephelileyo sikwindawo yesithathu, sibhengeze ukuba sityikitye u-Omega Mdaka kusasa ngeCawa. “IStellenbosch Football Club siyavuya ukubhengeza ukuba eliqela lityikitye isivumelwano sexesha elide nomdlali…
MDAKA JOINS STELLIES
Cape Winelands side Stellenbosch FC, who finished in third position last season, announced the signing of startlet Omega Mdaka on Sunday morning. “Stellenbosch Football Club is pleased to announce that…