MAMBAS HOLD BAFANA

Bafana Bafana and Mozambique drew 1-1 in their opening Group A match of the 2024 COSAFA Cup tournament at the Nelson Mandela Bay Stadium in Gqeberha on Wednesday evening. Bafana…

ICAF IPHANDA ISAFA NOJORDAAN

Omnye wamagqwetha aphambili eMzantsi Afrika, u-Advocate Tembeka Ngcukaitobi, wonyulwe yiConfederation of African Football (CAF) ukuba abekwigqiza lekomiti ezimeleyo enamadoda amathathu aphanda iSouth African Football Association (SAFA) nomongameli wayo uDanny Jordaan.…

UYABUYA UBUTHELEZI 

Indoda ephantse ukulibaleka emanqindini aseMzantsi Afrika neyayiyintshatsheli yehlabathi uGideon ‘Hardcore’ Buthelezi waseVaal uzakubuyela eqongeni emva kweminyaka emibini. UButhelezi uzakulwa noTinashe Mahashe kumlo weWorld Boxing Federation (WBF) Intercontinental kudiid lwejunior-bantamweight e-OR…

EX-CHAMP BUTHELEZI RETURNS

The almost forgotten man of South African boxing and erstwhile world champion Gideon ‘Hardcore’ Buthelezi from the Vaal is returning to action two years since he last laced his gloves.…

UNDONGENI USENDLELENI KWAKHONA 

Eyona mbethi-manqindi yoMzantsi Afrika elwa rhoqo neyakhe yabayintshatsheli yehlabathi uXolisani ‘Nomeva’ Ndongeni uzakubasendleleni kwakhona njengokuba ezakulwa okwesine kulonyaka. Lentshatsheli yamhlamnene eMzantsi Afrika nakwi-International Boxing Organisation (IBO) kudidi lwelightweight izakulwa nommi…

U-AMBINA UMKE UNOMPHELO KWIICITIZENS 

ICape Town City ibhengezile emva kwemini ngoMvulo ukuba inzalelwane yaseCameroon, edlala esiswini uFidel Brice Ambina umke unomphelo ezibandakanya neVålerenga yaseNorway. Lommi waseCameroon, oneminyaka engamashumi amabini anesibini, utyikitye isivumelwano seminyaka emithathu…

AMBINA’S PERMANENT MOVE  

Cape Town City announced on Monday afternoon that Cameroonian-born midfielder Fidel Brice Ambina had secured a permanent move to Vålerenga in Norway. The 22-year-old Cameroonian has signed a three-year contract…

css.php