UKUDUMBA KUVIMBE UMAGWAZA ITHUBA LOKULWELA INTSHINGA YELI
Ukudumba kumlenze wasekhohlo kuvimbe uMzuvukile ‘Old Bones’ Magwaza ithuba lokucela umngeni kwinjinga yoMzantsi Afrika kudidi lwefeatherweight uBongani ‘Wonderboy’ Mahlangu. Lenzalelwane yaseDuncan Village ibizakucela umngeni kuMahlangu kwitumente yeDavid Faas Productions e-OR…
SWOLLEN LEG DENIES ‘OLD BONES’ AN SA TITLE SHOT
A swelling on Mzuvukile ‘Old Bones’ Magwaza’s left leg has put paid to his chances of challenging current South African junior-featherweight champion Bongani ‘Wonderboy’ Mahlangu. Duncan Village-born Magwaza was scheduled…
UCHELLAN ULWA NODUBUL’EGEQA
Ukulwa nodubul’egeqa kude nekhaya kufuna ukuba umntu omelele ngokwasengqondweni, kwaye ufanelwe lilo lonke ithamsanqa anokulifumana, yiyo lonto uBoxing South Africa (BSA) enqwenelela uWasim Chellan okuhle kodwa ngaphambi komlo wakhe wangoMgqibelo.…
CHELLAN OPPOSES KNOCKOUT SPECIALIST
Coming up against a knockout specialist away from home requires nerves of steel and all the luck that one can get, thus Boxing South Africa (BSA) has wished Wasim Chellan…
MANYONGA CLEARS THE AIR
It has become clear that Mbekweni-born 2016 Olympic silver medallist Luvo Manyonga never blew more than R80 million as he never had that kind of money. The 33-year-old Manyonga, who…
IICHILLI BOYS ZIKHULULE IGQUBA LABADLALI
Kukhululwe igquba labadlali kwiChippa United njengokuba iiChilli Boys zibhengezile emva kwemini ngoLwesine ukuba zikhulule abadlali abalishumi elinesithandathu. ULuvuyo Memela, Roscoe Pietersen, Lloydt Kazapua, Azola Ntsabo, Siyabonga Nhlapo, Senzo Nkwanyana, Siphelele…
CHILLI BOYS RELEASE PLAYERS
There’s a massive clearance at Chippa United as the Chilli Boys announced on Thursday afternoon that they had released 16 players. Luvuyo Memela, Roscoe Pietersen, Lloydt Kazapua, Azola Ntsabo, Siyabonga…
UDYEYI UQALA UHAMBO KUDIDI LWABAHLAWULWAYO
Imbethi-manqindi enemilo emibini izakwamkela u-Amzolele ‘Globe’ Dyeyi waseMdantsane kudidi lwabahlawulwayo kumlo wangoMgqibelo. UDyeyi uzakuvana amandla noJudas Sithole, obethiweyo kwimilo yakhe emibini, emva kokhulula ivest njengokuba bezakulwa kudidi lwentambanani eKibler Park…
DYEYI WELCOMED TO PRO RANKS BY TWO-FIGHT OPPONENT
A two-fight boxer is going to welcome amateur star and Mdantsane boxer Amzolele ‘Globe’ Dyeyi to the professional ranks this coming Saturday. Dyeyi clashes with Judas Sithole in his professional…
UMQEQESHI WEECITIZENS UZIBANDAKANYE NEQELA LASE-AUSTRIA
Olilungu lesigqeba sabaqeqeshi beCape Town City, uMoritz Kossman, uzishiyile iiCitizens eyokusebenza kwiSV Reid kwelase-Austria. UKossman ushiye iiCitizens emva kokuzibandakanya neliqela njengomqeqeshi weqela leDiski Challenge nokuba yintloko kwezophuhliso ngoJuni kulonyaka ophelileyo.…