UMKILE UMGAGA 

Iqela lePremiership elizinze eCape Winelands iStellenbosch FC lidize ukuba umkile umdlali wasesiswini uNhlanhla Mgaga emva kokuphela kwesivumelwano sakhe sengqesho. Iindaba zokumka kukaMgaga, oneminyaka engamashumi amabini anesibhozo, zibhengezwe siStellies ngoMvulo. Kukholeleka…

MGAGA GOES

Cape Winelands side Stellenbosch FC have decided to let their midfielder Nhlanhla Mgaga leave the team following the expiration of his contract. News of the 28-year-old Mgaga’s departure was announced…

LIMKILE ISEKELA-MQEQESHI LEPIRATES 

I-Orlando Pirates ibhengeze ukuba umkile usekela-mqeqeshi wayo uSergio Almenara ebuyela eYurophu ngoMvulo. Ekuqaleni, lenzalelwane yaseSpain yayifuna ukuyishiya iPirates ekuthwaseni konyaka, kodwa yakhe yathi chu ilindele kuphele isizini ngokweminqweno yeziphathamandla zeliqela.…

UMIDDENDORP ULAHLILE KWISPURS

Inzalelwane yaseJamani u-Ernst Middendorp ulahlile njengomqeqeshi weCape Town Spurs ehliselweyo emva kokufeda ukuhlangula eliqela kulesizini egqithileyo. Ukuhamba kwalomqeqeshi owayesakuqeqesha iMaritzburg United neKaizer Chiefs kubhengezwe zii-Urban Warriors kusasa ngoMvulo. “Egameni lebhodi…

AQALE KAKUHLE AMATUKS 

I-University of Pretoria iqale kakuhle kwiiPSL Promotion/Relegation play-offs njengokuba ibethe iBaroka FC ngenqaku elinye eqandeni eTuks Stadium emva kwemini ngeCawa. UKamohelo Pheeane ufake inqaku leeTuks kanye kwimizuzu emibini ngaphambi kokuphela…

css.php