WOYISAKELE UMOSIMANE
UPitso Mosimane woyisakele kwilinge lakhe lokuhlangula i-Abha Club ukuba ingehli isuke kwiSaudi Pro League iye kwiYellow League njengokuba ibethwe ngamanqaku amabini kwelinye yi-Al Hazem e-Al-Hazm Stadium ngokuhlwa kwangoMvulo. UMuhammed Badammosi…
MOSIMANE FAILS TO SAVE ABHA
Pitso Mosimane’s mission to save Abha Club from going down from the Saudi Pro League to the Yellow League failed after his team were beaten 2-1 by Al Hazem at…
SUNDOWNS COACH ON LORCH BEHAVIOUR
Even though he wants to go easy on Thembinkosi Lorch, Mamelodi Sundowns coach Rulani Mokwena is disappointed with the player after a video of the slosh-looking midfielder sandwiched between two…
UPHINDILE KWAKHONA UMOKWENA
Umqeqeshi weMamelodi Sundowns uRulani Mokwena uphumelele iwonga leDStv Premiership Coach of the Month isihlandlo sesithathu kulesizini. UMokwena uphumelele imbasa yeMay Coach of the Month emva kokukhokelela iiBrazilians kwimpumelelo yemidlalo emine,…
MOKWENA WINS IT AGAIN
Championship-winning Mamelodi Sundowns mentor Rulani Mokwena has won the DStv Premiership Coach of the Month award for the third time this season. Mokwena won the May DStv Premiership Coach of…
UMAKHOBA UKHUSELA KULIBRANZA
Emva kokufeda ukufumana imilo ukususela ngoDisemba 2022, ngelingeni uGcina Makhoba ude wawufumana umlo njengokuba ezakulwa noGenisis Libranza wasePhiliplines kulenyanga ezayo. ULibranza uzakube endwendwela eMzantsi Afrika okokuqala phantse kwisithuba sonyaka njengokuba…
MAKHOBA CLASHES WITH LIBRANZA
After failing to secure fights since he last entered the ring for a competitive bout in December 2022, Gcina Makhoba will finally lace his gloves when he squares up against…
ISIZATHU SOKUNGAVUMI UKULWA NOKUSE
Nangona nje umqeqeshi kaSiphesihle Sityo esithi akakhange ankwantye njengokuba alile ukulwa noSiyakholwa Kuse, uKholisile Cengani uvumile ukuba abalithabathanga ithuba lokulwa nentshantsheli yoMzantsi Afrika. Ebekwa kwindawo yokuqala kumanqwanqwa odidi lweminimumweight eMzantsi…
WHY SITYO DECLINED KUSE FIGHT
Even though Siphesihle Sityo’s trainer said that he didn’t develop cold feet as he declined to fight against Siyakholwa Kuse, Kholisile Cengani did admit, though, that they turned down an…
UMATYHILA UKHOLELWA UKUBA UNQOTHOLE WENZE NGOKWANELEYO
Umqeqeshi wamanqindi uPhumzile ‘Sweet Chocolate’ Matyhila ukholelwa ukuba imbethi-manqindi yakhe uSikho ‘Sequence’ Nqothole wenze ngokwaneleyo kumlo wakhe noRené Calixto Bibiano waseMexico, kodwa abagwebi babenezinye iingqondo. UCalixto usabambelele kwirekhodi lakhe lokungabethwa…