UMBENGE UKHUSELA KUMMI WASERUSSIA 

UThulani Mbenge uzakukhusela intshinga yakhe ye-International Boxing Organisation (IBO) kudidi lwelterweight xa esilwa nommi waseRussia uVadim Musaev kulenyanga ezayo. Emva kokunqumamisa u-Emmanuel Mungandjela waseNamibia kumjikelo wesithathu eSunBet Arena, ePitoli, kwiinyanga…

UMGABI UGALELEKILE EMONTI 

Ugalelekile eMonti owayeyintshatsheli yoMzantsi Afrika uLwando Mgabi kanye kwisithuba esingaphantsi kwenyanga ngaphambi komlo wakhe noMoyisi Booi kwintshinga yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-bantamweight. UMgabi, owaphulukana nentshinga yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-bantamweight ebutsheni bukaJuni…

css.php