BABINA NOKO WALK OVER ORBIT COLLEGE
Sekhukhune United continued with their impressive start to the season as they whipped Orbit College 3-0 in a Betway Premiership match at the Dobsonville Stadium in Soweto on Tuesday evening.…
UBAARTMAN LIKHOSI
Emva ngokutyikitya u-Etiosa Ighodaro kusasa ngoLwesibini, iKaizer Chiefs iqinisekise ukuba ityikitye uLuke Baartman ngokuhlwa kwangoLwesibini. UBaartman uzibandakanye neChiefs esuka kwiCape Town Spurs, apho ebedlala khona kwiMotsepe Foundation Championship (MFC) kwisizini…
BAARTMAN JOINS CHIEFS
Following the announcement of the capturing of Etiosa Ighodaro, Kaizer Chiefs confirmed the signing of greenhorn Luke Baartman, making him the club’s ninth signing of the 2025/26 season. The South…
NEXT WEEK’S TOURNEY IN KAGISO POSTPONED
Next week’s tournament, which was going to be promoted by Thanya Marageni’s Thanya Boxing Promotions at the Kagiso Memorial and Recreation Centre in Krugersdorp has been postponed to next month.…
DLADLA AND NO DOUBT MANAGEMENT INK DEAL
Hlula Dladla of Hlula Dladla Boxing Promotions (HDBP) and Colin Nathan’s NO DOUBT Management company have entered into a boxer management partnership. “To be the best, you need to be…
MOMENT OF SILENCE FOR THE LATE NDORO
The Premier Soccer League (PSL) ha announced that a moment of silence will be observed following the passing away of Tendai Ndoro on Monday. The 40-year-oldNdoro, who was born in…
AMAKHOSI ABHENGEZE UKUTYIKITYA U-IGHODARO
Kwilinge lokuqinisa iifolosi zayo, iKaizer Chiefs ibhengezile kusasa ngoLwesibini ukuba ityikitye umdlali waphambili u-Etiosa Ighodaro, owayedlalela iMamelodi Sundowns. Lommi waseNigeria, oneminyaka engamashumi amabini anesine, utyikitye isivumelwano sengqesho seminyaka emibini emva…
AMAKHOSI CONFIRM NEW SIGNING
In a bid to strengthen their strike force Kaizer Chiefs announced the signing of former Mamelodi Sundowns forward Etiosa Ighodaro on Tuesday morning. The 24-year-old Nigerian has joined Amakhosi on…
UWITBOOI ULWELA UTHONGWANA
ULonwabo Witbooi utyhalela ekubeni uBoxing South Africa (BSA) anyanzelise intshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-flyweight uSiseko Teyisi ukuba akhusele intshinga yakhe ku-Athenkosi Thongwana kumlo wakhe olandelayo. Njengokuba engumphathi kaThongwana, uWitbooi ukhumbuze…
WITBOOI PUSHES BSA TO FORCE TEYISI TO FACE THONGWANA
Lonwabo Witbooi is pushing for Boxing South Africa (BSA) to force current South African junior-flyweight champion Siseko Teyisi to defend his title against Athenkosi Thongwana in his next fight. As…