FINALLY, PURSE INCREASES FOR BOXERS
It looks like good times are coming for boxers as they are set to smile all the way to the bank as there’s going to be a hike in their…
UMAITSE UJAMELANA NEMBETHI-MANQINDI YASEMELIKA
Njengokuba efikelele kumjikelo wesithathu kwiWBC Grand Prix, eRiyadh, kwelaseSaudi Arabia, ngoku uBekizizwe ‘Dr Sleep’ Maitse ulungiselela umlo wakhe kunye no-Iman Lee waseMelika kulenyanga ezayo. UMaitse ufikelele kumjikelo wesithathu wolukhuphiswano emva…
MAITSE CLASHES WITH AMERICAN IN WBC GRAND PRIX LAST EIGHT
After reaching the quarter-finals of the WBC Grand Prix in Riyadh, Saudi Arabia, Bekizizwe ‘Dr Sleep’ Maitse is now preparing to face off against Iman Lee from the United States…
THONGWANA AFTER TEYISI’S TITLE
Athenkosi Thongwana from Duncan Village in East London wants to have a second bite at the South African junior-flyweight title after he failed at his first attempt in March 2023.…
ZINESIVUMELWANO ILAST BORN NEWARRIOR ASCENT
Amaqumrhu amabini athelekisa emanqindini, elinye liseMonti, logama elinye liseRhawutini, afikelele kwisivumelwano sentsebenziswano, apho azakubamba ilima, esenza iitumente zamanqindi. ILast Born Boxing Promotions, ebimelwe nguMlandeli Tengimfene, kunye neWarrior Ascent Promotions kaBrad…
LAST BORN, WARRIOR ASCENT SIGN PACT
Two promotional outfits, one in East London and the other in Johannesburg, have signed a pact, which will see them collaborating in future boxing tournaments. Last Born Boxing Promotions, which…
RING OFFICIAL PASSES ON
Retired ring official and New Zealand-born Bruce McTavish passed away at the age of 84 in the Philippines on Wednesday. Born in Auckland, New Zealand, on 11 October 1940, McTavish…
BAJONGENE NGEZIKHONDO ZAMEHLO UCAFU NORODRIGUEZ
Emva kokugaleleka eDallas kwelaseMelika ngoMvulo, uPhumelela ‘The Truth’ Cafu, ongenadyudyu, ujongene ubuso ngobuso okokuqala noJesse ‘Bam’ Rodriguez waseMelika eDallas Cowboys Stadium eTexas ngoLwesibini (ngentseni yangoLwesithathu, ngokwexesha loMzantsi Afrika). UCafu noRodriguez…
CAFU, RODRIGUEZ LOCK EYES IN FIRST FACE OFF
After arriving in Dallas in the United States of America (USA) on Monday, a fearless Phumelela ‘The Truth’ Cafu had the first face off with his adversary Jesse ‘Bam’ Rodriguez…
URULA ULWA NEMBETHI-MANQINDI YASEMALAWI
Imbethi-manqindi yasetyhini nezinze eGqeberha u-Owethu Rula uzakulwa noMphatso Metaudzu waseMalawi ekuthambekeni kwenyanga ezayo. Umlo kaRula nalommi waseMalawi uzakwenziwa yi-Aphile Promotions eGeorge Botha Community Sports Centre KwaNoxolo, eGqeberha, ngoMgqibelo umhla wamashumi…