IBAFANA IPHUMELELE KUMDLALO NEZIMBABWE
IBafana Bafana ibuyele ekuphumeleleni njengokuba ibethe iZimbabwe ngamanqaku amabini eqandeni kumdlalo weNdebe yeCOSAFA eFree State Stadium, eMangaung, emva kwemini ngoMgqibelo. IBafana ibinkqenkqeza phambili ngenqaku elinye eqandeni ekupheleleni kwesiqingatha sokuqala ngenqaku…
BAFANA BOUNCE BACK WITH WIN OVER ZIMBABWE
Bafana Bafana bounced back with a 2-0 win over Zimbabwe in a 2025 COSAFA Cup match at the Free State Stadium in Mangaung on Saturday afternoon. Bafana led 1-0 at…
IITAIFA STARS ZIBAMBENE NEBAFANA
IiTaifa Stars zaseTanzania zibambene ngeqanda macala omabini neBafana Bafana kumdlalo wobuhlobo obubanjelwe ePeter Mokaba Stadium, ePolokwane, ngokuhlwa kwangoLwesihlanu. IBafana ibiwulawula umdlalo, kodwa ayikwazanga ukuguqula lonto ibengamanqaku nangona nje idale amathuba…
TAIFA STARS HOLD BAFANA
The Taifa Stars of Tanzania held Bafana Bafana to a goalless draw in an international friendly match played at the Peter Mokaba Stadium in Polokwane on Friday evening. Bafana enjoyed…
UMGABI UPHULUKENE NENTSHINGA YAKHE
Imbethi-manqindi ezinze eKhayelitsha uLwando Mgabi uphulukene nentshinga yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-bantamweight engakhange aphose nenqindi elinye emva kwemini ngoLwesihlanu. UMgabi uphulukene netshinga yakhe ngethuba esoyisakala ukwenza ubunzima obuqingqiweyo kanye nje ngaphambi…
MGABI LOSES SA TITLE
Khayelitsha-based boxer Lwando Mgabi lost his South African junior-bantamweight title without throwing a jab or a punch on Friday afternoon. Mgabi lost his title after he failed to make the…
BSA, KHUMALO’S MANAGER CROSS SWORDS
After Boxing South Africa (BSA) turned down an application for a title fight between SA middleweight titlist Phikelelani Khumalo and Donjuan van Heerden, which was set for Saturday, 21 June,…
BAYENI RETURNS TO BSA BOARD
Dr Luvuyo Bayeni is back as a member of the board of Boxing South Africa (BSA) following the resignation of Dr Vince Blennies in April. Bayeni’s return to the BSA…
IQATARI SC IMKHULULE UTAU
IQatar SC iqinisekisile ngokuhlwa kwangoLwesine ukuba imkhululile umdlali weqela lesizwe loMzantsi Afrika nowayesakudlalela iMamelodi Sundowns uPercy Tau. Lenzalelwane yaseMalahleni, eMpumalanga, neneminyaka engamashumi amathathu ananye, ibinexeshana elifutshane kwiQatari SC emva kokuzibandakanya…
QATARI SIDE RELEASE TAU
Qatar SC confirmed on Thursday evening that they had released South African international and former Mamelodi Sundowns forward Percy Tau. The 31-year-old is Tau, who is from Emalahleni in Mpumalanga,…