NEW FACES IN BAFANA SQUAD 

More than 10 new players were called to the 41-member Bafana Bafana preliminary squad by coach Hugo Broos on Thursday afternoon. Broos has called Darren Johnson, Renaldo Leaner, Mbekezeli Mbokazi,…

IBAFANA IDLALA NABAMELWANE KWICOSAFA CUP

IBafana Bafana izakudlala nabamelwane bayo ababini kwitumente yendebe yeCOSAFA yalonyaka ezakudlalwa kulenyanga ezayo. IBafana itsalwe kuGroup A kunye nabamelwane bayo iZimbabwe neMozambique kunye neMauritius ngethuba kuthelekiswa amaqela azokudlala kwitumente yendebe…

UCHITHIWE UMLO KABOYIYA NOMAHLANGU 

Awusekho umlo phakathi ko-Aphiwe Boyiya noSipho Mahlangu ebebesele benento engaphaya kweenyanga ezimbini bewulungiselela. Lomlo obucetyelwe ukuba ubengowentshinga yoMzantsi Afrika engenamntu kudidi lwejunior-welterweight nobuzakubanjelwa e-Orient Theatre, eMonti, uchithwe emva kokuba uBoxing…

APHUMELELE AMABHAKANIYA 

I-Orlando Pirates iphumelele isihlandlo seshumi elinethoba ngethuba ibetha iSuperSport United ngenqaku elinye eqandeni kumdlalo weBetway Premiership ePeter Mokaba Stadium, ePolokwane, ngokuhlwa kwangoLwesibini. Emva kweqanda macala omabini ekupheleni kwesiqingatha sokuqala, uMohau…

css.php