Month: May 2024

UDLAMINI UTSHO NGONCUMO LUKABLANKETHE

ULerato ‘Lights Out’ Dlamini utsho ngoncumo lukaBlankethe eyokwamkela umvuzo eQonce njengokuba ezakuba yimbethi-manqindi yesibini yaseMzantsi Afrika ukulwa kwitumente yePremier Boxing Champions (PBC) xa equbisana no-Arnold Khegai wase-Ukraine. UDlamini noKhegai bazakulwa…

UYA EBLOEM UMDLALO WEBAFANA NEZIMBABWE 

ISouth African Football Association (SAFA) ikhethe iFree State Stadium, eBloemfontein, njengebala elizakusingatha umdlalo wemfezeko weBafana Bafana weNdebe yeHlabathi ka-2026 kulenyanga ezayo. IBafana, eyabethwa kumdlalo owandulela amagqibelakankqoyi kwitumente yamazwe ngamazwe ase-Afrika…

USADLA AMAZIMBA UTYIRHA

Ifunyaniswe njengebubuxoki nobuvuvu ingxelo eyothusayo, ebibhalwe kuFacebook isithi uswelekile owayesakuba yinjinga yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-flyweight uNhlanhla ‘Mount Kilimanjaro’ Tyirha. UTyirha, owazalelwa eMdantsane, usadla amazimba, kwaye uthi akakhange agaxeleke kwingozi yenqwelomafutha,…

TYIRHA ALIVE AND KICKING 

A malicious Facebook post, which reported that former South African junior-flyweight champion Nhlanhla ‘Mount Kilimanjaro’ Tyirha had passed away turned out to be a very big lie. Mdantsane-born Tyirha is…

ULOPEZ UTHETHA NGOTHOBELA 

Ummi waseMelika uTony ‘The Tiger’ Lopez uchaze umfi owayeyinjinga yehlabathi uDingaan ‘The Rose of Soweto’ Thobela njengendoda yamadoda. ULopez, oneminyaka engamashumi amathandathu ananye, ohlala eSacramento, eCalifornia, kwelaseMelika, walwa kabini noThobela,…

css.php