ICape Town City ibhengezile emva kwemini ngoMvulo ukuba inzalelwane yaseCameroon, edlala esiswini uFidel Brice Ambina umke unomphelo ezibandakanya neVålerenga yaseNorway. 

Lommi waseCameroon, oneminyaka engamashumi amabini anesibini, utyikitye isivumelwano seminyaka emithathu emva kokudlala kakuhle ngethuba bekubolekiswe ngaye phaya eScandinavia. 

U-Ambina wazibandakanya neeCitizens ngoFebruwari 2022, kwaye kwabolekiswa ngaye eNorway ebutsheni balonyaka. 

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

css.php