UPHUME NGENXA YOMONZAKALO UMASWANGANYI
UPatrick Maswanganyi uphumile kwiqela leBafana Bafana elilungiselela imidlalo yemfezeko yeNdebe yeHlabathi kunye neLesotho neBenin. UMaswanganyi waseTembisa, Ekurhuleni, uphosiwe ngumdlalo wePirates ngethuba ibetha iMamelodi Sundowns ngamanqaku amabini kwelinye ngeCawa. IBafana izakudlala…