Month: June 2024

UCECANE UZAKUKHOKELELA UMAKELENI EDABINI 

UNcedo Cecane unikwe uxanduva lokukhokelela uSiseko Makeleni edabini xa lembethi-manqindi yaseMthatha isiyokulwa noKaine Fourie, ongekabethwa, eRhawutini kulenyanga ezayo. UMakeleni uzakudibana noFourie kumlo wentshinga engenamntu kwi-International Boxing Federation (IBF) Continental Africa…

UKUZITHEMBA KUKAKNAPP 

Indlela azithembe ngayo uRoarke Knapp ngaphambi komlo wakhe noJorge Garcia Perez waseMexico kubonakalisa ulangazelelo lokufuna ukuwuphumelela lomlo ngokuhlwa kwangoMgqibelo. UKnapp ungquzulana noPerez kumlo wentshinga engenamntu kwi-International Boxing Organisation (IBO) kudidi…

ZUNGU LEAVES SUNDOWNS 

Former Bafana Bafana midfielder Bongani Zungu announced on Friday that he has left DStv Premiership champions Mamelodi Sundowns. The 31-year-old Zungu, who was born in Duduza, Ekurhuleni, left the Tshwane…

UNXAYIPHI UZAKULWA KWAZULU-NATAL  

Isivumelwano esizakubona imbethi-manqindi yaseMdantsane uTheo Nxayiphi esiya apho KwaZulu-Natal apho azakulwa khona Nkosingiphile Sibisi. UNxayiphi uzakucela umngeni kwintshatsheli yoMzali Afrika kudidi lwempukane eDundee ngoMgqibel umhla weshumi elinesithathu kuJulayi. Izakuba kokokuqala…

NXAYIPHI TO FIGHT IN KZN 

An agreement, which will see Mdantsane boxer Theo Nxayiphi travelling to KwaZulu-Natal for a fight against Nkosingiphile Sibisi in Dundee was reached on Friday. Nxayiphi is going to challenge current…

css.php