Month: July 2024

YONYUKILE IMALI YOPHUMELELE IMTN8

Bazakuncuma bodwa abaphumelele indebe yeMTN8 njengokuba bezakugoduka nezigidi ezilishumi, imali enyuke ngezigidi ezimbini ukusuka kwezisibhozo. Kuphinde kwabhengezwa ngoLwesithathu ukuba amanye amaqela asixhenxe azakuzuza isigidi, iqela ngalinye. Lemali isuka kumawaka angamakhulu…

UFUZILE ULWA NOMMI WASENAMIBIA  

Abalandeli bamanqindi baseMonti bazakufumana ithuba lokubukela intandane yabo elinxele u-Azinga ‘Golden Boy’ Fuzile xa esilwa e-Orient Theatre okokuqala kwisithuba esingaphaya kweminyaka emibini njengokuba ebuyela eqongeni kulenyanga ezayo. Lomfana owayeyinjinga yoMzantsi…

UBUYELE KWIGALLANTS UMALESELA

IMarumo Gallants ibhengeze ukuba iqeshe uDan Malesela njengomqeqeshi wayo omtsha emva kokulahla kukaDylan Kerr ngesiquphe ngoLwesibini. UMalesela akakho mtsha kweliqela njengokuba lokapteni wamhlamnene kwi-Orlando Pirates wayekhona ngaphambili, waze wagxothwa ngoJanyuwari…

UKERR ULAHLILE KWIGALLANTS

Umqeqeshi weMarumo Gallants uDylan Kerr wothuse umzi ngokulahla njengomqeqeshi weliqela kanye ngaphantsi kwenyanga ebuyele kulo. Ibisisihlandlo sesithathu uKerr, oneminyaka engamashumi amahlanu anesixhenxe nowayedlalela kwi-Arcadia, eqeqesha iiGallants ezithenge indawo yeMoroka Swallows…

KERR QUITS GALLANTS 

Marumo Gallants mentor Dylan Kerr has made a shocking decision and resigned as the club’s head coach less than a month after joining them. This was the 57-year-old former Arcadia…

USMITH UPHUMELELE IMBASA YEGOLIDE

UMzantsi Afrika uzuze imbasa yegolide yawo yokuqala kwimidlalo yee-Olimpiki eParis kwelaseFrance emva kokuba uTatjana Smith ephume phambili kwiindadi zabasetyhini ebezidada kwi-100m breaststroke kwiqula iParis la Defence Arena ngoMvulo ngokuhlwa. Wenze…

SMITH BAGS GOLD  

South Africa won her first gold medal at the Paris Olympics in France as Tatjana Smith romped home in the women’s 100-metre breaststroke at the Paris la Defence Arena pool…

css.php