IKaizer Chiefs ivakalisile emva kwemini ngoMvulo ukuba imkhulule umqeqeshi uCavin Johnson njengokuba umtshato uphelile.

UJohnson, owayeqeqesha iPlatinum Stars neSuperSport United, waqeshwa yiChiefs kulesizini ephelileyo njengentloko yeqela lolutsha. Kodwa uJohnson wagqiba isizini sele inguye oqeqesha iChiefs emva kokugxothwa kukaMolefi Ntseki.

Ngoku uFernando da Cruz, ofike kwiChiefs kuleveki ephelileyo, uzakubalityathanga phakathi kweqela lolutsha nelidlala kwiPremiership.

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

css.php