ICape Town City ikuqukumbele kusasa ngoLwesibini ukutyikitya umdlali wasesiswini ophuma e-Angola uCarlos do Carmo owaziwa ngokuba nguCarlinhos.  

Lomdlali oneminyaka engamashumi amabini anethoba ungowesihlanu ukutyikitywa ziiCitizens kweziveki zimbalwa. 

“ICape Town City yanelisekile kukubhengeza ukuba ivumelene nomdlali wase-Angola uCarlos do Carmo,” zitshilo iiCitizens. 

UCarlinhos uzibandakanye neeCitizens emva kokuphela kwezivumelwano sakhe sengqesho nePetro de Luanda yase-Angola kulempelaveki egqithileyo.

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

css.php