ISuperSport United iqinisekise ukuba yongeze kuluhlu lwabadlali bayo owayengukapteni weTS Galaxy uPogiso Sanoka emva kwemini ngoLwesine njengokuba eliqela liqhubela phambili nokulungiselela isizini ezayo. 

USanoka, oneminyaka engamashumi amathathu anesibini, utyikitye isivumelwano seminyaka emibini neMatsatsantsa a Pitori, kwaye esisivumelwano singavuselelwa ukuba uqhube kakuhle. 

USanoka uchithe iisizini ezintathu kwiiRockets emva kokuzibandakanya nazo esuka kwiMaritzburg United yaKwaZulu-Natal Midlands ngo-2021. 

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

css.php