IMarumo Gallants ibhengezile emva kwemini ngoLwesibini ukuba ityikitye ifolosi eyinzalelwane yaseZimbabwe uJunior Zindoga esuka kwiNsingizini Hotspurs yaseSwatini. 

UZindoga akamtshanga kwibhola ekhatywayo yoMzantsi Afrika njengokuba wakhe wadlalela iMaritzburg United kwiDiski Challenge.

Ukanti, iGallants iphinde yabhengeza ukuba ityikitye uJunior Dion ngemboleko esuka kumaZulu kunye no-Ibrahim Conde. Lenzalelwane yaseGuinea isuka kwiDyunivesithi yaseNew Hampshire eMelika. 

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

css.php