Month: February 2025

UKHUMALO UZIMISELE UKUPHUMELELA KUMLO NOBOPAPE 

UPhikelelani ‘Stinger’ Khumalo uceba ukothusa uJohn ‘Section 29’ Bopape njengokuba engafuni ukuba lentshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi lwemiddleweight iqhubele phambili nokubetha iimbethi-manqindi zaKwaZulu-Natal. UKhumalo uzakucela umngeni kuBopape, onqumamise u-Ayanda Mthembu, uSnamiso…

UDITLHOKWE UFIKILE ELIBYA

Iqela eliphambili eLibya i-Al-Ittihad ikuqinisekisile ngokuhlwa kwangoMvulo ukufika komdlali wasemva uThatayaone Ditlhokwe evela kwiKaizer Chiefs. Lomdlali weqela lesizwe laseBotswana utyikitye isivumelwano sengqesho seminyaka emibini inesiqingatha kunye nezintshatsheli zaseLibya nelaphumelela iLeague…

LUMISIWE ULONYULO LWEKOMITI YABATHELEKISI 

Imiselwe inyanga ka-Epreli inkomfa yolonyulo yabathelekisi abaqukwa kwiGauteng Boxing Promoters Association (GBPA). Bekulindeleke ukuba iGBPA ibenenkomfa yolonyulo engaphelanga unyanga-ntathu wokuqala kulonyaka, kodwa ayizobasenzeka lonto njengokuba imiselwe u-Epreli. “Inkomfa yolonyulo imiselwe…

css.php