Month: March 2025

WENZIWE UQHAQHO UDORTLEY

Kungenzeka ukuba iphele msinyane isizini ka-2024/25 kumdlali wasemva kwiKaizer Chiefs uRushwin Dortley, oneminyaka engamashumi amabini anesibini. Oku kuza emva kokuba Amakhosi ebhengezile emva kwemini ngoLwesihlanu ukuba uDortley uye wenziwa uqhaqho…

DORTLEY GOES UNDER THE KNIFE

The 2024/25 season might have ended early for injured 22-year-old Kaizer Chiefs defender Rushwin Dortley. This followed after Amakhosi announced on Friday afternoon that Dortley gad undergone a successful knee…

UBOYIYA ULWA NOMAHLANGU KWINTSHINGA YELI

Ngelingeni iKay B Promotions ide yamtyikitya uSipho Mahlangu ukuba alwe no-Aphiwe ‘Swagger’ Boyiya ekuthambekeni kwalenyanga ezayo. UBoyiya, okwindawo yokuqala kuluhlu lweembethi-manqindi kudidi lwejunior-welterweight eMzantsi Afrika, noMahlangu, obekwa kwindawo yesibhozo, bazakungquzulana…

‘MUSANI UKUNDIDELELA’- FUZILE 

U-Azinga ‘Golden Boy’ Fuzile ukholelwa ukuba ayilunganga into yokokuba abantu bakholelwe ekubeni yena uya eKazakhstan okukwemvana eyokuxhelwa njengokuba ezakulwa nembethi-manqindi engekabethwa uSultan Zaurbek waseKazakhstan kulenyanga ezayo. Emva kokubona irekhodi elihle…

css.php