Month: May 2025

AMAJITA ANGENILE KWIFINAL

Iqela lesizwe loMzantsi Afrika labangaphantsi kweminyaka engamashumi amabini lifikelele kumdlalo wamagqibela kaNkqoyi etumente ye-Africa Cup of Nations Under-20 emva kokubetha oontanga babo baseNigeria ngenqaku elinye eqandeni eSuez Canal Stadium, e-Ismailia,…

TICKETS SOLD OUT 

The sold out signs are already up ahead of next Saturday’s CAF Champions League final first leg encounter between Mamelodi Sundowns and Pyramids FC from Egypt. The Tshwane giants announced…

LIBHUBHILE IGQALA LOMQEQESHI WAMANQINDI

Libhubhele ekhayeni lalo eKapa ngentseni yangoLwesine igqala lomqeqeshi wamanqindi nowayesakuba yimbethi-manqindi kudidi lwabahlawulwayo u-Emil Brice. Ubeneminyaka engamashumi amathandathu anesithandathu. Ezindaba zibuhlungu zokusweleka kuka-Emil ziqinisekiswe ngumntakwabo uJack Brice, ongumthelekisi ozinze eKapa.…

USOGCWAYI UBUYELA E-EMPEROR’S PALACE

Emva kokubhengeza ukugaleleka kwakhe kudidi lwabahlawulwayo ngethuba enqumamisa u-Adivhaho Nemutanzhela kumjikelo wesibini kwisithuba esingaphaya kweenyanga ezimbini, uSanele ‘V16’ Sogcwayi ubuyela e-Emperor’s Palace, eKempton Park, ukuze abonise ngesakhono sakhe kwakhona. Kwaye…

AYINAMNTU INTSHINGA YODIDI LWEWELTERWEIGHT 

Iphinde ayabinamntu intshinga yoMzantsi Afrika kudidi lwewelterweight emva kokuthiwa tya nguKeanu Koopman kwiinyanga nje ezintlanu wayiphumelela ngokunqumamisa uBonke Duku kumjikelo wesibhozo. Ngokokutsho kukaBoxing South Africa (BSA), uKoopman uyithe xibilili lentshinga…

css.php