Iqela laseLimpopo iMagesi FC iqinisekise ukuba iqeshe ummi waseMalawi uJohn Maduka njengomqeqeshi wayo omtsha kusasa ngoLwesine kulandela ukumka kuka-Owen da Gama.
UMaduka, oneminyaka engamashumi amahlanu anesine, ubesele engenamsebenzi emva kokuthiwa mbende kweRoyal AM zibfxaki zerhafu.
UMaduka, owayedlala esiswini kwiBush Bucks neBloemfontein Celtic, wakhe waqeqesha iMaritzburg United, esele 8bizwa ngokuba yiDurban City, kunye neCeltic.