Month: July 2025

CHIEFS LOSE TO VITESSE

Dutch side Vitesse Arnhem came from behind to defeat Kaizer Chiefs 2-1 in a friendly match played at the Sport Park Driel on Tuesday evening. Amakhosi’s hopes of winning this…

AKUKHO VALO NJENGOKUBA UZUMA EZAKULWA NONGHITUMBWA

Imbethi-manqindi ephambili eMzantsi Afrika uMxolisi ‘Nation’ Zuma akanavalo njengokuba ezakuntingela kwelaseNamibia, apho azakulwa khona noFillipus ‘Energy’ Nghitumbwa eWindhoek kulenyanga ezayo. Ebekwa kwindawo yokuqala eMzantsi Afrika, uZuma ulwa noNghitumbwa kumlo weWorld…

UNGXAKA UKHUSELA INTSHINGA YAKHE KUGQOLA ERHAWUTINI 

Iimbethi-manqindi ezimbini zaseMpuma Koloni, intshatsheli nomcelimngeni, zizakuvana amandla kumlo wentshinga yoMzantsi Afrika ngaphandle kwemida yephondo lazo ebutsheni benyanga ezayo. Inzalelwane yaseMthatha nekwayinjinga yoMzantsi Afrika kudidi lweminimumweight uMthokozisi Ngxaka uzakhusela intshinga…

IVULE KAKUHLE IBANYANA

Iqale kakuhle iBanyana Banyana kwitumente yeWomen’s Africa Cup of Nations (iWAFCON) njengokuba iquthise iGhana ngamanqaku amabini eqandeni kumdlalo wokuvula eHonneur Stadium, e-Oujda, kwelaseMorocco ngokuhlwa kwangoMvulo. Emva kokubuza imibuzo engenazimpendulo, ngelingeni…

css.php