Author: SportAdmin

UTHENI UMITCHELL NGOKUSE KWIKOMITI YEWBC 

Umnxulumanisi wezopapasho kwiGolden Gloves uBrian Mitchell uveze ukuba uzithethelele iimbethi-manqindi zaseMzantsi Afrika ukuba zibekwe phezulu kuluhlu lweWorld Boxing Council (WBC). UMitchell, okwingqungquthela yeWBC yamashumi amathandathu anesibini eHamburg kwelaseJamani, udize ukuba…

KUFUNWA IMBETHI-MANQINDI EZAKULWA NOFUZILE

Iphumile ingqina kukhangelwa imbethi-manqindi ezakulwa nowayesakuba yintshatsheli yoMzantsi Afrika u-Azinga ‘Golden Boy’ Fuzile e-Orient Theatre, eMonti, kuleCawa esiya kuyo. UFuzile ebezakunyathelana ngoobhontsi no-Eduardo Mancito wasePhilippines. Kodwa lommi wasePhilippines, oneminyaka engamashumi…

UMITCHELL UTHIWE JIZE NGEBHANTI YEWBC 

Emva kokuba imithetho yocalucalo yoMzantsi Afrika yamvimba ithuba lokulwela intshinga yeWorld Boxing Council (WBC), ngelingeni uBrian Mitchell ude wayizuza ibhanti yeWBC. Ngethuba esenza intetho ephambili kwingqungquthela yamashumi amathandathu anesibini eHamburg…

css.php