AWUKAZOKUBAKHO UMLO KACAFU NOTANAKA
Nabani na obecinga ukuba ngahle intshatsheli yehlabathi uPhumelela ‘The Truth’ Cafu aphinde alwe noKosei Tanaka kungekudala makaphinde acinge kwakhona kuba lomlo lowo awukazokwenzeka. Oku kuqinisekiswe ngumlawuli nomqeqeshi walenjinga yeWorld Boxing…