GOOD START FOR BUCCANEERS
It was a winning start for Orlando Pirates as they beat Algerian side CR Belouizdad 2-1 in a Group C CAF Champions League match played at Stade du 5 Juillet…
Your News, Our News
It was a winning start for Orlando Pirates as they beat Algerian side CR Belouizdad 2-1 in a Group C CAF Champions League match played at Stade du 5 Juillet…
Emva kokuqala unyaka kakuhle kakhulu ephumelela intshinga yehlabathi, uJackson ‘M3’ Chauke, oyimbethi-manqindi ezinze eTembisa, ugqiba unyaka ngenyathelo elibi ngenxa yokunqatyelwa yimilo. UChauke wayecinga ukuba ukuphumelela intshinga ye-International Boxing Organisation (IBO)…
After starting the year with a bang, winning a world title, Tembisa-based boxer Jackson ‘M3’ Chauke is going to end it with a whimper as he has been fight starved.…
IPremier Soccer League (PSL) iqinisekisile emva kwemini ngoMvulo ukuba ityumbe isigqeba esitsha sezoluleko. Esisigqiba sinoosihlalo abane kunye namalungu alishumi elinesixhenxe azakuba kulekomiti kude kuphele iminyaka emine. Ityala ngalinye lizakuphulaphulwa ngusihlalo…
The Premier Soccer League (PSL) confirmed on Monday afternoon that it had appointed a new disciplinary committee (DC) panel. The panel is made up of four co-chairpersons and 17 panellists,…
Promoters who are aggrieved by what the National Professional Boxing Promoters Association (NPBPA) is doing or not doing must never keep quiet. Instead, they should approach Boxing South Africa (BSA)…
UBoxing South Africa (BSA) umemelela ukuba mabangathi cwaka abathelekisi abangaxolanga zizinto ezenziwa okanye engazenziyo iNational Professional Boxing Promoters Association (NPBPA). Endaweni yoko, kufuneka abathelekisi banxibelelane noBSA bavakalise izikhalazo nokungaxoli kwabo…
Marumo Gallants announced the appointment of former Kaizer Chiefs and Bafana Bafana coach Molefi Ntseki as their new technical director on Monday morning. Ntseki, who is an SABC Sport analyst…
URelebohile Mofokeng uthiwe jize ngewonga leSports Personality of the Year kumsitho weGauteng Sports Awards obubanjelwe e-Emperor’s Palace, eKempton Park, Ekurhuleni, ngokuhlwa kwangeCawa. UMofokeng, oneminyaka engamashumi amabini nodlalela i-Orlando Pirates, ubethe…
Relebohile Mofokeng won the Sports Personality of the Year award at the Gauteng Sports Awards function held at the Emperor’s Palace in Kempton Park, Ekurhuleni, on Sunday evening. The 20-year-old…