Author: SportAdmin

ULEJAKA UBUYELE KWABSA

UTsholofelo Lejaka ubuyele kwaBoxing South Africa (BSA) kwisithuba esingaphaya kweminyaka emine walahlayo kulombutho. ULejaka ubuyele kwaBSA njengengqonyela ebambeleyo negosa eliyintloko emva kokutyunjwa nguMphathiswa weZemidlalo uGayton McKenzie ngoLwesine. ULejaka wayeyingqonyela kwaBSA…

YIMOSES MABHIDA KWAKHONA

IMoses Mabhida Stadium eseThekwini izakusingatha umdlalo wamagqibelakankqoyi eMTN8 phakathi kwe-Orlando Pirates neStellenbosch FC kwimpelaveki yokuqala ku-Okthobha. IPremier Soccer League (PSL) ibhengezile ngoLwesithathu ukuba elibala elalisingathe imidlalo yeNdebe yeHlabathi ngo-2010 likhethelwe…

IPHUMELELE IBAFANA 

IBafana Bafana iquthise iSouth Sudan ngamanqaku amathathu kwamabini kumdlalo wokuzibekela indawo kwitumente ye-Africa Cup of Nations ka-2025 eJuba National Stadium emva kwemini ngoLwesibini. IiBright Stars zothuse iBafana ngethuba ziphala phambili…

css.php