Author: SportAdmin

ZOTHWANE TO ASSIST LARSEN

Premiership rookies Magesi FC from Limpopo announced on Friday afternoon that they had appointed Papi Zothwane as one of their assistant coaches. Zothwane, a former Lamontville Golden Arrows, Mamelodi Sundowns…

UTIWANI UNGUMDLALI WESUNDOWNS

Ityendyana elidlala ngemva kwicala lasekhohlo u-Asekho Tiwani ubhengezwe njengomdlali omtsha kwiqela leMamelodi Sundowns ngokuhlwa kwangoLwesine. UTiwani, oneminyaka elishumi elinethoba, uzimanye nezangxa zaseTshwane esuka kwiSekhukhune United kwisivumelwano esichazwe njengesexesha elide. Lomfana…

UNQOTHOLE UZIBANDAKANYE NENO DOUBT MANAGEMENT

Kanye nje emva kweenyanga ezimbini ebethwe yimbethi-manqindi yaseMexico nengekabethwa uRene Calixto Bibiano, uSikho “Sequence” Nqothole ugqibe kwelokokuba iNO DOUBT Management kaColin ‘Nomakanjani’ Nathan ibeyiyo elawula imicimbi yakhe. Lenzalelwane yaseMthatha ibibekwa…

KONGEZWE OMNYE UMQEQESHI KWIICITIZENS 

ICape Town City ivakalisile kusasa ngoLwesine ukuba uMiguel Angel Iglesias Anido uzibandakanye neliqela njengomqeqeshi woonozinti. “Sizisa kuni umqeqeshi wethu omtsha woonozinti uMiguel Angel Iglesias Anido. Wamkelekile kusapho lweCity, Miguel,” zitshilo…

NEW ADDITION TO CITIZENS 

Cape Town City announced on Thursday morning that Miguel Angel Iglesias Anido had joined them as their new goalkeeper coach. “Introducing our new first-team goalkeeping coach, Miguel Angel Iglesias Anido.…

UMOSIMANE UTHWESWE ISIDANGA SOBUGQIRHA 

IDyunivesithi yaseRhawutini ithwese uPitso Mosimane, owayeqeqesha iBafana Bafana, isidanga sobugqirha kumsitho wothweso zidanga emva kwemini ngoLwesithathu. UMosimane uthweswe esisidanga yi-UJ ngenxa yegalelo lakhe elingenakulinganiswa kwibhola ekhatywayo nokuzinikela kwakhe. UMosimane, owayeqeqesha…

IPSL INABAXHASI ABATSHA

Usihlalo wePremier Soccer League (PSL) u-Irvin Khoza ubhengeze uBetway njengabaxhasi abatsha kwinkomfa noondaba eRhawutini kusasa ngoLwesithathu. Esisibhengezo size emva kokurhoxa ngesiquphe kukaMultiChoice, onkxaso yakhe ibifanele ukuphela ngoSeptemba wonyaka ozayo. Kungoku…

css.php