UBUYELA EQONGENI UTYIRHA
Uzakubuyela eqongeni kwakhona emva konyaka owayesakuba yinjinga yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-flyweight uNhlanhla ‘Mount Kilimanjaro’ Tyirha njengokuba enomlo ekuthwaseni kwalenyanga ezayo. UTyirha, oqeqeshwa yinjinga yamhlamnene kudidi lwempukane eMzantsi Afrika uMakazole Tete…