Author: SportAdmin

UDOVE UBUYELA EMZANTSI AFRIKA  

Ubuyela eMzantsi Afrika umdlali wasemva u-Edmilson Dove emva kokonzakala kwinkampu yokuzilolonga yeKaizer Chiefs kwiseshoni yangoLwesihlanu kwelaseTürkiye. Lomdlali weqela lesizwe laseMozambique sele ebhilabhiliwe ngoogqirha kwinkampu yeChiefs. Uzakunikela umva iTürkiye ukuze azokuhlolisiswa…

UMDAKA UTYIKITYWE SISTELLIES

Iqela elizinze kwiCape Winelands iStellenbosch FC, esagqiba lesizini ephelileyo sikwindawo yesithathu, sibhengeze ukuba sityikitye u-Omega Mdaka kusasa ngeCawa. “IStellenbosch Football Club siyavuya ukubhengeza ukuba eliqela lityikitye isivumelwano sexesha elide nomdlali…

MDAKA JOINS STELLIES 

Cape Winelands side Stellenbosch FC, who finished in third position last season, announced the signing of startlet Omega Mdaka on Sunday morning. “Stellenbosch Football Club is pleased to announce that…

UFOURIE UNQUMAMISE UMAKELENI

Akakhange kakhulu uKaine Fourie njengokuba enqumamise uSiseko Makeleni waseMthatha kumjikelo wokuqala kumlo wabo obuseBox Camp Booysens, eRhawutini, ngokuhlwa kwangoMgqibelo. Ngenxa yaloompumelelo, uFourie, ongekabethwa, uphumelele intshinga ebingenamntu kwi-International Boxing Federation (IBF)…

ABADLALI ABABINI ABATSHA KWIICHILLI BOYS

Asaqhubela phambili amalungiselelo eChippa United njengokuba eliqela elizinze eGqeberha lityikitye uSeun ‘Tower’ Ndlovu noBoy Madingwane ngoMgqibelo emva kwemini. UNdlovu, oyinzalelwane yaseBushbuckridge, waphumelela iwonga lokuba yiPlayer of the Tournament kwii-ABC Motsepe…

CHILLI BOYS CAPTURE TWO PLAYERS

Chippa United’s preparations for the upcoming season are continuing as the Gqeberha-based club announced the signing of Seun ‘Tower’ Ndlovu and Boy Madingwane on Saturday afternoon. Bushbuckridge-born Ndlovu, who is…

AYIKHO ITUMENTE KAFAAS 

Ayisekho itumente yamanqindi ebizakwenziwa yiDavid Faas Productions e-OR Tambo Hall, eKhayelitsha, eKapa ngoMgqibelo umhla wamashumi amabini anesixhenxe kuJulayi. I-Ink Sport ingadiza ukuba letumente ebinomlo ophambili weWorld Boxing Federation (WBF) Intercontinental…

css.php