Author: SportAdmin

AMAKHOSI ABHENGEZA IQELA LABAQEQESHI 

IKaizer Chiefs, elungiselela isizini ka-2024/25 kwelaseTurkiye, iliqinisekisile kusasa ngoLwesine iqela labaqeqeshi bayo. Emva kokutyikitya isivumelwano seminyaka emibini, umqeqeshi omtsha uNasreddine Nabi waseTunisia uzakusebenza noKhalil Ben Youssef njengesekela lakhe lokuqala kunye…

IQELA LASEBELGIUM LITYIKITYE UCAMPBELL

Iqela laseBelgium iClub Brugge iqinisekisile emva kwemini ngoLwesithathu ukuba ityikitye ityendyana laseMzantsi Afrika elinesiphiwo esingummangaliso, uShandre Campbell, esuka kwiSuperSport United. UCampbell, ozakubhiyozela ukugqiba iminyaka elishumi elinethoba ngoMvulo waleveki ezayo, utyikitye…

BELGIAN CLUB SNATCH CAMPBELL

Belgian outfit Club Brugge confirmed the signing of talented South African startlet Shandre Campbell from SuperSport United on Wednesday afternoon. Campbell, who will celebrate his 19th birthday on Monday next…

ZITSHO ZAFUMA IINATAL RICH BOYZ

Zizakubayinto yezolo iingxaki zezimali kwiqela laKwaZulu-Natal iRichards Bay FC emva kokufumana inkxaso-mali ezizigidi ngezigidi zeerandi ngoLwesithathu. IiNatal Rich Boyz, ezabhungca kwiiPSL Promotion/Relegation play-offs kulesizini egqithileyo, ziqhogene nePhakwe Gas for Africa…

SPONSORSHIP FOR NATAL RICH BOYZ

KwaZulu-Natal side Richards Bay FC’s financial troubles have been eased as they announced a multi-million rand sponsorship on Wednesday. The Natal Rich Boyz, who survived through the PSL Promotion/Relegation play-offs…

UBATYI UGXILE EKULUNGISELELENI UMLO 

Emva kokuvumelana nomthelekisi uMzi Booi weKay B Promotions malunga nemali azakuyihlawulwa, ngoku uZolisa Batyi wasEluxolweni, eNxarhuni, ugxile ekulungiseleleni umlo ozayo. UBatyi uzakukhusela intshinga yakhe yoMzantsi Afrika kudidi losiba xa evana…

css.php