Author: SportAdmin

UKODISANG UTYIKITYE NEEBRAZILIANS

Iintshatsheli zeDStv Premiership iMamelodi Sundowns ityikitye uKobameng Kodisang, oneminyaka engamashumi amabini anesine, kusasa ngoLwesibini. UKodisang, ozimanye neeBrazilians emva kweesizini ezimbini kwiMoreirense edlala kwiPrimeira Liga ePortugal, utyikitye isivumelwano seminyaka emihlanu neSundowns.…

KODISANG IS A BRAZILIAN

DStv Premiership champions Mamelodi Sundowns acquired the services of 24-year-old right winger Kobamelo Kodisang on Tuesday morning. Kodisang, who signed with the Brazilians after spending two seasons playing for Portuguese…

IICHILLI BOYS ZITYIKITYE ABANYE ABADLALI

IChippa United yaseMpuma Koloni ibhengezile kusasa ngoLwesibini ukuba yongeze abadlali abatsha abane kweliqela ngaphambi kokuqala kwesizini ka-2024/25. Kwilinge lokuqinisa eliqela, iiChilli Boys zityikitye uBlessing Jali, uThobani Jacobs, uXolani Sithole kunye…

AMAKHOSI ADLALA NEQELA LASETANZANIA

IKaizer Chiefs izakudlala neqela laseTanzania iYoung Africans kwiToyota Cup eFree State Stadium, eBloemfontein, ngoMgqibelo umhla wamashumi amabini anesibhozo kuJulayi. Lo, izakuba ngumdlalo wokuqala womqeqeshi omtsha weChiefs uNasredinne Nabi osandula ukuzimanya…

css.php