UBATYI UYAMKELE IMALI AYINIKWA NGUMTHELEKISI
Uzakuqhubela phambili njengokuba bekucetyiwe umlo wentshinga yoMzantsi Afrika kudidi losiba phakathi kwenjinga ekhuselayo uZolisa Batyi nomcelimngeni uYamkela Phaliso kulenyanga ezayo. Oku kuqandusele emva kokuba uBatyi nabaphathi bakhe beyamkele imali abayinikwa…