Author: SportAdmin

ULWA NOMMI WASEPHILIPPINES USIBISI

Ilinge likaLindelani Sibisi lokungena kuluhlu lweembethi-manqindi eziphambili ehlabathini lizakuthabatha olunye unyawo xa esilwa noDave ‘The Hunter’ Peñalosa wasePhilippines kulenyanga ezayo. USibisi, oyinjinga yoMzantsi Afrika kudidi losiba, uzakulwa noPeñalosa kwiholo yedolophu…

FILIPINO OPPONENT FOR SIBISI

Lindelani Sibisi’s quest to get into international ratings will take him into next month’s clash against Dave ‘The Hunter’ Peñalosa from the Philippines. The reigning South African featherweight champion will…

SANTOS JOINS BRAZILIANS 

Defending Betway Premiership champions Mamelodi Sundowns announced on Monday evening that they had beefed up their squad with the signing of Portuguese midfielder Nuno Miguel Valente Santos. The 26-year-old Santos…

UDAVIDS UYISHIYILE ISIMBA

Owayengumqeqeshi weMaritzburg United, uFadluraghman ‘Fadlu’ Davids, uqinisekisile emva kwemini ngoMvulo ukuba ulishiyile iqela eliphambili laseTanzania, iSimba SC. UDavids, oyinzalelwane zyaseKapa, usendleleni eya eCasablanca, apho azakuzibandakanya khona neRaja Club Athletic kwiMoroccan…

DAVIDS LEAVES SIMBA

Former Maritzburg United coach Fadluraghman ‘Fadlu’ Davids confirmed on Monday afternoon that he had left top Tanzanian club Simba SC. The Cape Town-born Davids is on his way to joining…

css.php