Author: SportAdmin

UDYEYI UPHANTSI KWESANDLA SIKANATHAN NOSTRYDOM

Kanye nje kwiintsuku ezimbalwa ebethe uSimamkele Singile ngamanqaku, imbethi-manqindi yaseMdantsane u-Amzolele ‘Globe’ Dyeyi uyishiyile iMcAusland Boxing Gym wazibandakanya neNO DOUBT Management kaColin “Nomakanjani’ Nathan kunye nomqeqeshi omtsha uShannon Strydom. UDyeyi,…

UPHINDE ESEZOLO UCARDOSO

Umqeqeshi weMamelodi Sundowns uMiguel Cardoso uphinde waphumelela iwonga leBetway Premiership Coach of the Month. Lommi wasePortugal uphumelele iwonga lokuba ngumqeqeshi wenyanga kaMeyi ebetha uRonnie Gabriel weRichards Bay FC noJose Riveiro,…

AMAKHOSI AMKHULULILE URADEBE

IKaizer Chiefs ibhengezile emva kwemini ngoLwesine ukuba imkhululile umdlali waseswini uSabelo Radebe emva kokungaphumeleli ngethuba kubolekiswe ngaye kwiqela laKwaZulu-Natal iRichards Bay FC. URadebe, oneminyaka engamashumi amabini anesihlanu, wadlalela amaqela aliqela…

AMAKHOSI DUMP RADEBE

Kaizer Chiefs announced on Thursday afternoon they had released midfielder Sabelo Radebe following an unsuccessful loan spell at KwaZulu-Natal side Richards Bay FC. The 25-year-old Radebe came through Amakhosi’s juniors…

IBHUNGCILE IMATSATSANTSA

Kumdlalo oqale ekuqaleni kwesiqingatha sesibini, iSuperSport United idlale ntanga nye ngenqaku elinye macala neLamontville Golden Arrows kwiBetway Premiership eLucas Moripe Stadium, e-Atteridgeville, kwintshona yePitoli emva kwemini ngoLwesine. Alikho nalinye iqela…

css.php