Author: SportAdmin

UTSHABALALA ETHUBENI ELIHLE KWI-IBF

Kungaphelanga neentsuku ezimbini ezimanye kunye neNO DOUBT Management kaColin ‘Nomakanjani’ Nathan, uMpumelelo Tshabalala sele efumene ithuba lokulwa kumlo wokuzibekela indawo kowentshinga yehlabathi. UTshabalala uzakulwa noSergio Mendoza Cordova waseMexico kumlo wokuzibekela…

UTINKLER NGUMQEQESHI WENYANGA

Emva kokukhokelela iSekhukhune United kwimpumelelo kwimidlalo emine nokudlala ngokulingana komnye, umqeqeshi u-Eric Tinkler ubhengezwe njengophumelele iwonga le-August Betway Premiership Coach of the Month kusasa ngoLwesine. IBabina Noko ibethe i-Orlando Pirates,…

UYA ESUN CITY UMLO KABOYIYA NOZINGANGE

Ngelingeni ide yafunyanwa indawo ekuzakulwelwa kuyo umlo wentshinga yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-welterweight phakathi kuka-Aphiwe Boyiya noSibusiso Zingange. Usomaqhuzu weTLB Boxing Promotions uJoyce Kungwane uqinisekisile emva kwemini ngoLwesithathu ukuba lo mlo…

UWITBOOI UTHI UTEYISI MAKAKHETHE

ULonwabo Witbooi uthabathe umlo wawusa kuSiseko Teyisi, kwaye uthi lentshatsheli yoMzantsi Afrika kudidi lwejunior-flyweight mayiyithi xibilili intshinga yayo ukuba ayifuni ukulwa nembethi-manqindi yakhe u-Athenkosi Thongwana kumlo olandelayo. UWitbooi ukubeke kwacaca…

css.php